Naar de inhoud
GiftCoves
Yapatyalaka Ibhobhile

Yapatyalaka Ibhobhile

€ 10,49

bij 1 winkel

Streepjescode: 9780463365090

Alle aanbiedingen

We verdienen mogelijk commissie als je via deze link koopt. Wat jij betaalt verandert niet.

Over dit product

Ihlwempu lasemaMpingeni liziva liphoxekile xa lingafumani ncedo nankathalo kwisityebi somfundisi ekuthiwa nguPhakamile. UMpinga nowakwakhe, uMaFaku, ngabakhonzi abaphambili ecaweni kaPhakamile. UMaFaku uye ahlaselwe sisifo somhlaza webele kufuneke ukuba aye esibhedlele ukuze atyandwe kukhutshwe umhlaza lowo. Kodwa imali efunekayo esibhedlele ukuze kwenziwe olo tyando ingaphaya kwamandla kaMpinga nowakwakhe. Umkakhe egulela ukufa, uMpinga uye athi chu aye kucela uncedo lwaloo mali ifunekayo kweso sityebi somfundisi singuPhakamile. Kodwa uPhakamile uye athembise ngomthandazo kuphela angakhuphi nesenti emdaka. Emva kokuba ephoxakele kwaPhakamile, uMpinga uye azincame enze into awayengazimiselanga ukuba angaze ayenze ebomini bakhe. Uye athi chu aye kucela uncedo kwisityebi sexhego esidume ngesinyeliso sobuhedeni nokuthwala. Elo xhego nguGawusha. UMpinga uye amkelwe ngobubele nobuntu obumangalisayo kuloo mzi kaGawusha. Ngaphaya koko uye ayifumane loo mali ifunekayo ukuze atyandwe uMaFaku. Emva kokuba utyando lukaMaFaku lube yimpumelelo, uMaFaku noMpinga baye benze isibhambathiso sokuba abayi kuze baphinde balubeke ecaweni kaPhakamile. Ngaphaya koko uMpinga uye abize imbizo kuloo lali yakwaMaguda atsho achazele bonke abantu isizathu sokuba bangabonakali ecaweni. Abantu baye bathi bakuva isizathu sabo nabo babaxhase bathi abayi kuphinda balubeke kuloo cawa. NgeCawa elandela uMgqibelo wembizo uPhakamile nowakwakhe baye bafike ecaweni kukhal' ibhungane. NgoMvulo iye ipatyalake ibhobhile!

Omschrijving aangeleverd door bol.com.

Inloggen

Vul je e-mailadres in en we sturen je een link. Geen wachtwoord om te onthouden.

Doorgaan met Google
of